Uluka 20:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ngalo ixesha elifanelekileyo, wathuma umkhonzi kubalimi, ukuba bamnike esiqhameni sesidiliya. Basuka ke bona abalimi bamtyabula, bamndulula elambatha.

Uluka 20

Uluka 20:9-12