Uluka 2:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wamzala unyana wakhe wamazibulo, wamsongela eziqhiyeni, wamlalisa emkhumbini wesitali, ngenxa enokuba babengenandawo endlwini yabahambi.

Uluka 2

Uluka 2:6-11