Uluka 2:51-52 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Wehla nabo, waya kufika eNazarete, wabalulamela. Wamana ukuzigcina ke unina zonke ezo ndawo entliziyweni yakhe.