Uluka 2:48 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bakumbona bakhwankqiswa. Unina wathi kuye, Mntwana wam, yini na ukuba usenjenje? Uyabona, uyihlo nam sibe sikufuna, sibuhlungu kakhulu.

Uluka 2

Uluka 2:40-52