Uluka 2:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USimon wabasikelela, wathi kuMariya unina, Ùyabona, lo umiselwe ukuwa nokuvuka kwabaninzi kwaSirayeli, nokuba abe ngumqondiso ochasiweyo;

Uluka 2

Uluka 2:31-38