Uluka 2:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Isithunywa eso sathi kubo, Musani ukoyika; kuba, yabonani, ndinishumayeza iindaba ezilungileyo zovuyo olukhulu, oluya kuba kubo bonke bantu;

Uluka 2

Uluka 2:3-18