Uluka 19:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wema ke uZakeyu, wathi kuyo iNkosi, Uyabona, isiqingatha sempahla yam, Nkosi, ndisinika amahlwempu; nokuba ndidlé into kabani ngokumtyhola, ndimbuyisela kané.

Uluka 19

Uluka 19:1-13