Uluka 19:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Hambani niye emzaneni lo ukhangelene nani; nòthi, nakungena kuwo, nifumane ithole le-esile libotshelelwe, ekungazanga kuhlale namnye umntu phezu kwalo; likhululeni nilizise.

Uluka 19

Uluka 19:25-36