Uluka 19:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Athi ke kuye, Ndiya kukugweba ngokuphuma emlonyeni wakho, mkhonzindini ungendawo; ubusazi nje ukuba mna ndingumntu obungqabangqaba, othabatha into angayibekanga, avune into angayihlwayelanga;

Uluka 19

Uluka 19:21-32