Uluka 19:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akuba ebuyile, ebamkele ubukumkani, wathi, mababizelwe kuye abo bakhonzi abebanike imali leyo, ukuze azi ukuba unantsi urhwebe ntoni na.

Uluka 19

Uluka 19:11-18