Uluka 18:41-43 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

41. Ùfuna ukuba ndikwenzele ntoni na? Ithe ke yona, Nkosi, ukuba ndibuye ndibone.

42. UYesu wathi kuyo, Buya ubone; ukholo lwakho lukusindisile.

43. Kwangoko yabuya yabona, yamlandela imzukisa uThixo; bathi bonke abantu, bakukubona oko, badumisa uThixo.

Uluka 18