Uluka 18:39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baye abo babehamba ngaphambili beyikhalimela, ukuba ithi tu; kwaba kukhona ke yona ikhalayo ngakumbi, isithi, Nyana kaDavide, ndénzele inceba.

Uluka 18

Uluka 18:35-43