Uluka 18:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe ke yena kubo, Inene, ndithi kuni, Akukho namnye ushiye indlu, nokuba ngabazali, nokuba ngabazalwana, nokuba ngumfazi, nokuba ngabantwana, ngenxa yobukumkani bukaThixo,

Uluka 18

Uluka 18:21-37