Uluka 18:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waye umbuthi werhafu emi kude, engathandi nokuphakamisela amehlo akhe ezulwini; wamana ukubetha esifubeni sakhe, esithi, Thixo, yiba netarhu kum, mna moni.

Uluka 18

Uluka 18:3-22