Uluka 17:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngubani na ke kuni, enomkhonzi elima, mhlawumbi esalúsa, oya kuthi, akungena evela entsimini, athi kwaoko kuye, Yiza uhlale phantsi;

Uluka 17

Uluka 17:1-8