Uluka 17:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngaloo mini, oya kuba phezu kwendlu, zibe iimpahla zakhe zisendlwini, makangehli aye kuzithabatha. Kwangokunjalo, nosentsimini makangabuyeli kwezisemva.

Uluka 17

Uluka 17:30-35