Uluka 17:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba kwanjengokuba umbane ubaneka, uphuma kwelinye icala eliphantsi kwezulu, ukhanye usingise kwelinye eliphantsi kwezulu, uya kuba njalo noNyana woMntu ngomhla wakhe.

Uluka 17

Uluka 17:19-29