Uluka 17:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke kubo abafundi, Kuya kufika mihla, niya kunqwenela ngayo ukuwubona noko umnye umhla woNyana woMntu, ningawuboni;

Uluka 17

Uluka 17:19-27