Uluka 17:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Angásizakala kanye, ethe wagangxwa ilitye lokusila entanyeni yakhe, wajulelwa elwandle, kunokuba akhubekise noko amnye kwaba bancinane.

Uluka 17

Uluka 17:1-12