Uluka 16:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lathi ke igosa ngaphakathi kwalo, Ndiya kuthini na? Ngokuba inkosi yam iyabuhlutha ubugosa kum; ukumba kundikhohlile; ukungqiba, ndineentloni.

Uluka 16

Uluka 16:1-9