Uluka 16:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kubo, Nina ningábazigwebelayo emehlweni abantu; kodwa uThixo uyazazi iintliziyo zenu; ngokuba oko kuphakanyisiweyo phakathi kwabantu, kulisikizi emehlweni kaThixo.

Uluka 16

Uluka 16:8-20