Uluka 16:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, wayesithi nakubafundi bakhe, Kwaye kukho umntu othile osisityebi, obenegosa; laza lona lancethezwa kuye, ukuba lingoyichithayo impahla yakhe.

Uluka 16

Uluka 16:1-8