Uluka 15:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndithi kuni, ngokukwanjalo kuya kubakho uvuyo emazulwini ngomoni eba mnye oguqukayo, kunamashumi asithoba anesithoba amalungisa, angaswele nguquko.

Uluka 15

Uluka 15:5-15