Uluka 15:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula ke yena wathi kuyise, Uyabona, le minyaka ingakanana ndiyakukhonza, andizanga ndigqithe mthetho wakho; ukanti akuzanga undinike netakane eli, ukuze ndenze imihlali nezam izihlobo;

Uluka 15

Uluka 15:24-32