Uluka 15:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wesuka weza kuyise.Ke kaloku, akubon' ukuba usekude lee, uyise wambona, wasikwa yimfesane, wagidima, wawa entanyeni yakhe, wamanga.

Uluka 15

Uluka 15:13-21