Uluka 15:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuthe kungekabi ntsuku zininzi, wahlanganisa into yonke unyana omnci, wesuka kwelakowabo, waya ezweni elikude; wathi khona apho wayichitha impahla yakhe ngentlalo yokuzibhubhisa.

Uluka 15

Uluka 15:5-23