Uluka 14:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baqala bonke ngakunye ukuzilanduleka; owokuqala wathi kuye, Ndithengé intsimi, kufuneka ukuba ndiphume ndiye kuyibona; ndiyakucela, mandibe ngowabalandulelwayo.

Uluka 14

Uluka 14:12-19