Uluka 13:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa selethe wavuka umninindlu, waluvala ucango, naza naqala ukuma ngaphandle, nokunkqonkqoza elucangweni, nisithi, Nkosi, nkosi, sivulele: úya kuza aphendule athi kuni, Andinazi apho nivela khona.

Uluka 13

Uluka 13:23-33