Uluka 13:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akubon' ukuba uyazithetha ezo ndawo, badaniswa bonke abachasene naye; zathi zonke izihlwele zavuya ngazo zonke izinto ezizukileyo ezenziwa nguye.

Uluka 13

Uluka 13:12-24