Yena ke loo mkhonzi, ubekwazi ukuthanda kwenkosi yakhe, àkalungisa, àkenza ngokuthanda kwayo, uya kutyatyulwa ngemivumbo emininzi;