Uluka 12:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Qondani ngamahlungulu la, ngokuba akahlwayeli, akavuni; kuwo akukho qonga navimba, kanti noko uThixo uyawondla; nina nibeke phi na ke, ukuzigqitha iintaka!

Uluka 12

Uluka 12:15-32