Uluka 12:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke kubo abafundi bakhe, Ngenxa yoko ndithi kuni, Musani ukubuxhalela ubomi benu, ngokuthi ningadla ntoni na; kwanomzimba, ngokuthi ningambatha ntoni na.

Uluka 12

Uluka 12:13-32