Uluka 12:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Phakathi koko, kuthe akubon' ukuba ahlanganisene ndawonye amawakawaka abantu, ngokokude banyathelane, waqala ukuthi kubafundi bakhe, Phambi kwako konke, lilumkeleni igwele labaFarisi, eliluhanahaniso.

Uluka 12

Uluka 12:1-3