Uluka 11:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

aze asuke lowo ungaphakathi aphendule athi, Musa ukundaphula; seluvaliwe ucango, nabantwana bam basesililini nam; andinako ukuvuka ndikunike?

Uluka 11

Uluka 11:1-17