Uluka 11:46 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe ke yena, Yeha, nani baqondisimthetho! Ngokuba abantu nibathwalisa imithwalo enzima, nibe nina ngokwenu ningayichukumisi imithwalo leyo nangamnye umnwe wenu.

Uluka 11

Uluka 11:45-53