Uluka 11:44 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yeha, nina babhali, baFarisi, bahanahanisindini! Ngokuba ninjengamangcwaba angabonakaliyo, abathi nabantu abahamba phezu kwawo, bangawazi.

Uluka 11

Uluka 11:42-48