Uluka 11:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa umoya ongcolileyo uthe waphuma emntwini, ucanda ezindaweni ezingenamanzi, ufuna ukuphumla; uze wakuba ungakufumani, usuke uthi, Ndiya kubuyela endlwini yam, endaphuma kuyo.

Uluka 11

Uluka 11:20-32