Uluka 11:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke ukuba mna ndizikhupha iidemon ngoBhelezebhule, bazikhupha ngabani na oonyana benu? Baya kuba ngabagwebi benu bona ngenxa yoko.

Uluka 11

Uluka 11:14-25