Uluka 11:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wayekhupha idemon, yaye ke isisidenge. Kwathi ke yakuphuma idemon, sathetha isidenge, zamangaliswa izihlwele.

Uluka 11

Uluka 11:7-19