Uluka 10:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Hlalani ke kuloo ndlu, nisidla nisela izinto abanazo; kuba umsébenzi uwufanele umvuzo wakhe. Musani ukuphuma ningena zindlwini.

Uluka 10

Uluka 10:2-10