Uluka 10:39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yaye ke inomsakwayo obe kuthiwa nguMariya, owathi yena wahlala ngasezinyaweni zikaYesu, emana ukuliphulaphula ilizwi lakhe.

Uluka 10

Uluka 10:38-42