Uluka 10:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zonke izinto zinikelwe kum nguBawo; kanjalo akukho waziyo ukuba ungubani na uNyana, nguYise yedwa; nokuba úngubani na uYise, nguNyana yedwa, nalowo asukuba uNyana ethanda ukumtyhilela.

Uluka 10

Uluka 10:21-28