Uluka 1:64 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bamangaliswa bonke. Wavuleka ke kwaoko umlomo wakhe, lwathukululeka nolwimi lwakhe, wamana ethetha, ebonga uThixo.

Uluka 1

Uluka 1:59-67