Ngokuba wakukhangela ukuthobeka komkhonzazana wakhe;Kuba, uyabona, ziya kuqala kwangoku ukuthi ndingonoyolo zonke izizukulwana;