Uluka 1:38 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke uMariya, Nanko umkhonzazana weNkosi; makwenzeke kum ngokwelizwi lakho. Saza isithunywa semka kuye.

Uluka 1

Uluka 1:28-48