Uluka 1:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Saphendula isithunywa sathi kuye, UMoya oyiNgcwele uya kuza phezu kwakho, athi namandla Osenyangweni akusibekele; kungoko loo nto ingcwele izalwa nguwe iya kubizwa ngokuba nguNyana kaThixo.

Uluka 1

Uluka 1:29-43