Uluka 1:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yena uya kuba mkhulu, abizwe ngokuba nguNyana wOsenyangweni; iNkosi uThixo iya kumnika itrone kaDavide, uyise,

Uluka 1

Uluka 1:31-41