Uluka 1:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uyabona, ùya kuba sisidenge, ungabi nako ukuthetha, kude kube yimini eziya kuthi zenzeke ngayo ezi zinto, ngenxa enokuba ungakholwanga ngamazwi am; aya kuzalisekiswa wona ngexesha lawo.

Uluka 1

Uluka 1:12-26