Uluka 1:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yena úya kuhamba phambi kobuso bayo, enomoya enamandla kaEliya, ukuba azibuyisele iintliziyo zooyise kubantwana, nabangevayo kuko ukuqonda kwamalungisa, alungisele iNkosi abantu abalungisiweyo.

Uluka 1

Uluka 1:12-20