Uisaya 8:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba, engekakwazi umntwana lo ukuthi, Bawo, nokuthi, Ma, ubutyebi baseDamasko namaxhoba akwaSamari aya kuthwalelwa phambi kokumkani waseAsiriya.

Uisaya 8

Uisaya 8:3-7